Unique Tri-lingual Dictionary nesingeeLwimi eziNtathu greater dictionary... · 2014. 11. 26. ·...

2
THE of THE of Now approved by the Department of Education in the Eastern Cape as Teacher Resource Material for Intermediate, Senior and FET Phases. Esi siChazi-magama sichongwe liSebe lezeMfundo laseMpuma Kapa ukuze sisetyenziswe njengenye yeencwadi eziza kusetyenziswa kumabanga: ele Intermediate, Senior nele FET. This valuable resource should be available to all teachers at every school in all provinces where IsiXhosa is spoken. Lo ngumthombo wolwazi ekufuneka bonke ootitshala kunye nezikolo zinawo kuwo onke amaphondo apho sithethwa khona isiXhosa. IsiChazi-magama esiseMthethweni sesiXhosa ISI X HOSA • E NGLISH • A FRIKAANS IsiChazi-magama esikhethekileyo nesingeeLwimi eziNtathu The Official Dictionary for isiXhosa ISI X HOSA • E NGLISH • A FRIKAANS Unique Tri-lingual Dictionary greater dictionary A3 leaflet-new.indd 1 5/5/2014 12:31:25 PM

Transcript of Unique Tri-lingual Dictionary nesingeeLwimi eziNtathu greater dictionary... · 2014. 11. 26. ·...

Page 1: Unique Tri-lingual Dictionary nesingeeLwimi eziNtathu greater dictionary... · 2014. 11. 26. · IsiXhosa speakers will bene˜ t from this dictionary as it gives the full, de˜ nitive

THE

of

THE

of ofof

Now approved by

the Department of

Education in the

Eastern Cape as Teacher

Resource Material for

Intermediate, Senior and

FET Phases.

Esi siChazi-magama sichongwe

liSebe lezeMfundo laseMpuma Kapa ukuze sisetyenziswe

njengenye yeencwadi eziza

kusetyenziswa kumabanga: ele Intermediate, Senior nele FET.

This valuable resource should be available to all teachers at every school in all provinces where IsiXhosa is spoken.

Lo ngumthombo wolwazi ekufuneka bonke ootitshala kunye nezikolo zinawo kuwo onke amaphondo apho sithethwa

khona isiXhosa.

IsiChazi-magama esiseMthethweni sesiXhosa

ISIXHOSA • ENGLISH • AFRIKAANS

IsiChazi-magama esikhethekileyo nesingeeLwimi eziNtathu

The Of� cial Dictionary for

isiXhosa

ISIXHOSA • ENGLISH • AFRIKAANS

Unique Tri-lingual Dictionary

greater dictionary A3 leaflet-new.indd 1 5/5/2014 12:31:25 PM

Page 2: Unique Tri-lingual Dictionary nesingeeLwimi eziNtathu greater dictionary... · 2014. 11. 26. · IsiXhosa speakers will bene˜ t from this dictionary as it gives the full, de˜ nitive

For the � rst time selected schools in the Eastern Cape are trialling the use of isiXhosa as the language of learning (Incremental Introduction of African Language Policy). This dictionary provides invaluable support to these teachers as well as to schools who will in the future be introducing isiXhosa as the language of learning.

Njengoko izikolo ezichongiweyo zisenza ilinge okokuqala lokusetyenziswa kwesiXhosa njengolwimi lokufundisa (Ukungeniswa kweelwimi zesiNtu kuzo zonke izikolo), esi sichazi-magama siza kunika uncedo elungundoqo kotitshala nakwizikolo eziza kulandela le nkqubo yokusetyenziswa kwesiXhosa ekufundiseni kwixa elizayo.

THE GREATER DICTIONARY OF ISIXHOSAHow it was developedSince 1968, for nearly 40 years, the late Professor H.W. Pahl from the University of Fort Hare and his colleagues, have worked timelessly to create for South Africa a dictionary that can only be termed as a master piece, namely The Greater Dictionary of IsiXhosa.

This trilingual dictionary not only tells you the meaning of every isiXhosa word, it puts each word into context in English and Afrikaans! This gives practical meaning to the government’s resolve to promote multilingualism.

Unique features and bene� ts All entries are intensively researched and are therefore linguistically, historically and culturally correct.

Information is provided for various subjects, including Science and Technology. Language can now be effectively used across the curriculum. The dictionary has many pages dedicated to IsiXhosa history, traditions and rituals and thus promotes the understanding of IsiXhosa culture.

Now availableThe Greater Dictionary of Isixhosa is now available in three high quality, easy to use, volumes.

Volume 1 A-J (10 016 headwords) Volume 2 K-P (12 178 headwords) Volume 3 Q-Z (7117 headwords)

Essential ResourceThe Greater Dictionary of IsiXhosa is a must for every

School, tertiary and public library Teachers of all phases from Foundation to FET Learners

Who bene� ts?IsiXhosa speakers will bene� t from this dictionary as it gives the full, de� nitive exposition of their traditional, rich language. English and Afrikaans speakers will be provided with comprehensive exposure to the vocabulary of IsiXhosa, language structure, history and culture.

For further information contact:IsiXhosa National Lexicographic UnitUniversity of Fort Hare, Private Bax X1314, Alice 5700. Tel: (040)6022082Fax: (040)6022590

South African Heritage PublishersP O Box 3048, Bedfordview 2008. [email protected]

I-GREATER DICTIONARY yesiXHOSASiqulunqwe kanjani esi sichazi-magama

Ukususela ngowe-1968, kwiminyaka emalunga nama-40, ongasekhoyo uNjingalwazi H.W. Pahl kunye nabalingane bakhe beYuniesithi yaseFort Hare, basebenza ngokuzilahlela ukuzama ukuqulunqela

uMzantsi Afrika isichazimagama esingumpondo zihlanjiwe oko kukuthi iGreater Dictionary of IsiXhosa.

Esi sichazi-magama silwimi-ntathu asikuniki nje intsngiselo yegama lesiXhosa, koko sikunika ingxam yalo kwisiNgesi nakwisiAfrikansi. Oku kunika intsingiselo ephuhlileyo kwisigqibo sikaRhulumente sokuba

umntu athethe iilwmi ezininzi.

Limpawu ezikhethekileyo nokunoba yinzuzo kwesi sichazi-magama Onke amagama achaziweyo aphandwe nzulu oko kubangele ukuba abe la magama

afanelekile ngendlela yokusetyenziswa kolwimi, ngembali nangenkcubeko. Ulwazi olulapha lubandakanya izifundo ezininzi ukuquka ezeNzululwazi (iSayensi) nezobu

Chewepheshe (itekhnoloji). Ulwimi lwesiXhosa ngoku lungasetyenziswa kuzo zonke izifundo.

Esi sichazimagama sinamaphepha amaninzi athe asetyenziselwa ukuchaza imbali yamaXhosa, amasiko nezithethe oko kubangela ukukhuliswa kokwaziwa kwenkcubeko

yamaXhosa.

Imo yesiChazi-magamaLe Greater Dictionary yesiXhosa yimiqulu emithathu ekumgangatho ophezulu kodwa ekulula

ukuyisetyenziswa: UmQulu 1 A-J (unemichazwa engama – 10 016) UmQulu 2 K-P (unemichazwa engama – 12 178)

UmQulu 3 Q-Z (unemichazwa engama – 7117)

Umthombo wolwazi obalulekileyoLe Greater Dictionary of Isixhosa kunyanzelekile ukuba isetyenziswe

Zizikolo, kwezemfundo ephadamileyo kunye namathala eencwadi kawonke wonke Ngootitshala Ngabafundi

Ngubani onokuzuza?Abantetho yolwimi lwesiXhosa baya kuzuza lukhulu kwesi sichazimagama kuba

sinika ngokugqibeleleyo iinkcazelo ngamasiko nezithethe kwanolwimi olutyebileyo. Abathetha isiNgesi nesiAfrikansi baya kuzuza isigama esisulungekileyo sesiXhosa,

indlela olu lwimi lwakhiwe ngayo, imbali kunye nenkcubeko yamaXhosa.

Ngenkcazelo ethe vetshe nxulumana ne:IsiXhosa National Lexicographic Unit

University of Fort Hare, Private Bax X1314, Alice 5700. Umnxeba: (040)6022082Ifeksi: (040)6022590

South African Heritage PublishersP O Box 3048, Bedfordview 2008. [email protected]

Developed by IsiXhosa National Lexicographic Unit, based at the University of Fort Hare, in collaboration with PanSALB (Pan South Africa Language Board).

Siqulunqwe liZiko leSizwe loChazo-magama lesiXhosa nelizinze kwiYunivesithi yase Fort Hare lisebenzisana noPanSALB (Pan South African Language Board).

greater dictionary A3 leaflet-new.indd 2 5/5/2014 12:31:30 PM